2 Usamuweli 3:30 XHO75

30 UYowabhi noAbhishayi umninawa wakhe bambulala ke uAbhinere, ngenxa enokuba ebembulele uAsaheli umninawa wabo eGibheyon emfazweni.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:30 kwimeko