2 Usamuweli 3:37 XHO75

37 Bazi ke abantu bonke namaSirayeli onke ngaloo mini, ukuba ukubulawa kuka-Abhinere, unyana kaNere, bekungaphume kukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:37 kwimeko