2 Usamuweli 3:39 XHO75

39 Ke ndisebuthathaka, ndisathanjiswa namhla ukuba ndibe ngukumkani; la madoda, oonyana bakaTseruya, alukhuni kum. Akwaba uYehova angambuyekeza umenzi wobubi kwangobubi bakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:39 kwimeko