2 Usamuweli 5:20 XHO75

20 UDavide weza eBhahali-peratsim; uDavide wawaxabela khona, wathi, UYehova uzityhobozele iintshaba zam phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi; ngenxa yoko wathi igama laloo ndawo yiBhahali-peratsim.*

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5

imbono 2 Usamuweli 5:20 kwimeko