2 Usamuweli 5:8 XHO75

8 Wathi uDavide ngaloo mini, Bonke abaxabela amaYebhusi, mabaziwise engxangxasini iziqhwala kwaneemfama ezithiyekileyo emphefumlweni kaDavide. Ngenxa yoko bathi, Iimfama neziqhwala aziyi kungena endlwini.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5

imbono 2 Usamuweli 5:8 kwimeko