2 Usamuweli 6:12 XHO75

12 Kwaxelwa kukumkani uDavide, kwathiwa, Úyisikelele uYehova indlu kaObhedi-edom. nezinto zonke anazo, ngenxa yetyeya kaThixo. Waya uDavide, wayinyusa ityeya kaThixo endlwini kaObhedi-edom, wayizisa emzini kaDavide evuya.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 6

imbono 2 Usamuweli 6:12 kwimeko