2 Usamuweli 6:2 XHO75

2 Wesuka ke, wahamba uDavide nabantu bonke abenabo, esiya eBhahali yakwaYuda, esiya kunyusa khona ityeya kaThixo, ebizwa ngalo igama, igama likaYehova wemikhosi ohleli phezu kweekerubhi.*

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 6

imbono 2 Usamuweli 6:2 kwimeko