2 Usamuweli 7:10 XHO75

10 ndabamisela indawo abantu bam amaSirayeli, ndabatyala ukuba bahlale esikhundleni sabo, bangabi sagunqa; oonyana bobutshijolo bangabuyi babacinezele njengasekuqaleni, kususela kulaa mini ndabamisela abantu bam amaSirayeli abagwebi.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 7

imbono 2 Usamuweli 7:10 kwimeko