2 Usamuweli 7:14 XHO75

14 Mna ndiya kuba nguyise wakhe, yena abe ngunyana wam; endothi ebugwenxeni bakhe, ndimohlwaye ngentonga yabantu, nangobetho loonyana baka-Adam.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 7

imbono 2 Usamuweli 7:14 kwimeko