2 Usamuweli 7:16 XHO75

16 Iya kuqina indlu yakho nobukumkani bakho kude kuse ephakadeni phambi kwakho; itrone yakho iya kuqiniseka kude kuse ephakadeni.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 7

imbono 2 Usamuweli 7:16 kwimeko