2 Usamuweli 7:18 XHO75

18 Waya ukumkani uDavide, wahlala phambi koYehova, wathi, Ndingubani na, Nkosi yam Yehova? Iyintoni na indlu yam, ukuba ude undizise nalapha?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 7

imbono 2 Usamuweli 7:18 kwimeko