2 Usamuweli 7:7 XHO75

7 Lonke ixesha endahambahamba ngalo phakathi koonyana bonke bakaSirayeli, ndakha ndalithetha na ilizwi nakusinye isizwe sakwaSirayeli endasiwisela umthetho wokuba sibalúse abantu bam amaSirayeli, ndisithi, Yini na ukuba ningandakheli indlu yemisedare?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 7

imbono 2 Usamuweli 7:7 kwimeko