2 Usamuweli 8:2 XHO75

2 Wawaxabela amaMowabhi, wawalinganisa ngolutya, ewalalisa emhlabeni; walinganisa izintya zambini zokubulala, nolutya lwalunye oluzalisekileyo lokusindisa. Ke amaMowabhi aba ngabakhonzi kuDavide, azisa iminikelo.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 8

imbono 2 Usamuweli 8:2 kwimeko