Intshumayeli 11:8 XHO75

8 Ngokuba umntu, ukuba uthe wadla ubomi iminyaka emininzi, makavuye ngayo yonke iphela, noko ke akhumbule imihla yobumnyama, ukuba iya kuba mininzi. Yonke into ezayo ingamampunge.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 11

imbono Intshumayeli 11:8 kwimeko