Intshumayeli 2:13 XHO75

13 Ndabona ukuba ubulumko buyabugqitha ubuyatha, njengokuba ukukhanya kubugqitha ubumnyama.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 2

imbono Intshumayeli 2:13 kwimeko