Intshumayeli 6:3 XHO75

3 Ukuba umntu uthe wazala ikhulu labantwana, wadla ubomi iminyaka emininzi, yamininzi imihla yeminyaka yakhe, umphefumlo wakhe àwahlutha zizinto ezilungileyo, kananjalo akaba nangcwaba: ndithi mna, imvambilini ilungile kunaye.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 6

imbono Intshumayeli 6:3 kwimeko