Udaniyeli 11:6 XHO75

6 Bodibana ekupheleni kweminyaka; ithi intombi yokumkani wasezantsi ingene kukumkani wasentla, ukuba balungisane. Ke iya kuwa ingalo yayo; angemi yena, nengalo yakhe iwe; inikelwe yona, nababeyingenisile, nowayizalayo, nowayomelezayo ngaloo maxesha.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 11

imbono Udaniyeli 11:6 kwimeko