Udaniyeli 2:1 XHO75

1 Ngomnyaka wesibini uNebhukadenetsare engukumkani, uNebhukadenetsare waphupha amaphupha, wakhathazeka umoya wakhe, waphelelwa bubuthongo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:1 kwimeko