Udaniyeli 2:2 XHO75

2 Ukumkani wathi makubizwe izazi, nabakhwitsi, nabakhafuli, namaKaledi, bamxelele ukumkani amaphupha akhe. Beza ke bema phambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:2 kwimeko