Udaniyeli 4:33 XHO75

33 Kwaoko lazaliswa ilizwi kuNebhukadenetsare; wagxothwa ebantwini, wadla utyani njengeenkomo, wanyakamiswa umzimba wakhe ngumbethe wezulu, zada iinwele zakhe zakhula, zanjengeentsiba zamaxhalanga, neenzipho zakhe zanjengezeentaka.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:33 kwimeko