Udaniyeli 4:34 XHO75

34 Ekupheleni kwemihla, mna, Nebhukadenetsare, ndawaphakamisela ezulwini amehlo am; ukwazi kwam kwabuyela kwakum, ndambonga Osenyangweni, ndamncoma, ndambeka ohleli ngonaphakade, ogunya liligunya elingunaphakade, obukumkani bunezizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:34 kwimeko