Udaniyeli 5:10 XHO75

10 Ukumkanikazi, unina, ngenxa yamazwi okumkani nezikhulu zakhe, wangena endlwini yomgidi. Ukumkanikazi unina waphendula wathi, Kumkani, phila ngonaphakade! Izicamango zakho mazingakukhathazi, lingaguquki ibala lobuso bakho.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:10 kwimeko