Udaniyeli 5:11 XHO75

11 Kukho indoda ebukumkanini bakho, enomoya woothixo abangcwele; ekwathi ngemihla yoyihlo kwafunyanwa kuyo ukukhanya nokuqiqa nobulumko, njengobulumko bothixo; awathi ukumkani uNebhukadenetsare uyihlo wayimisa yangumongameli wezazi, nabakhwitsi, namaKaledi, namatola — uyihlo, kumkani;

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:11 kwimeko