Udaniyeli 5:12 XHO75

12 ngenxa enokuba kwafunyanwa kuye umoya ogqithisileyo ngobuhle, nokwazi, nokuqiqa, etyhila amaphupha, exela iintsonkotha, ecombulula amaqhina; kuDaniyeli, owathiywa ngukumkani igama elinguBheletshatsare. UDaniyeli makabizwe kaloku; wókuxela ukutyhilwa kwawo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:12 kwimeko