Udaniyeli 6:13 XHO75

13 Aza aphendula athi phambi kokumkani, UDaniyeli, ongowakoonyana abathinjiweyo bakwaYuda, akakhathali nguwe, kumkani, nasesi salelo usibhalileyo; ke uthandaza umthandazo wakhe kathathu ngemini.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:13 kwimeko