Udaniyeli 6:14 XHO75

14 Waza ukumkani, akuweva loo mazwi, weva kakubi kakhulu ngayo loo nto. Wamnyamekela uDaniyeli ukuba amsindise, wazama ukuba amhlangule, lada latshona ilanga.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:14 kwimeko