Udaniyeli 6:17 XHO75

17 Kwaziswa ilitye, labekwa phezu komlomo womhadi; ukumkani walitywina ngomsesane wakhe wokutywina, nangomsesane wokutywina wezikhulu zakhe, ukuze kungàguqulwa nto mayela noDaniyeli.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:17 kwimeko