Udaniyeli 6:18 XHO75

18 Waza ukumkani waya ebhotweni lakhe, wabugqiba ubusuku ezila ukudla; àkwaziswa zintombi zingqungqayo phambi kwakhe, waphelelwa bubuthongo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:18 kwimeko