Udaniyeli 6:23 XHO75

23 Waza ukumkani wavuya kunene, wathi uDaniyeli makanyuswe emhadini. Wenyuswa ke uDaniyeli. Akwafumaneka nasinye esinzakalo kuye; ngokuba ebekholwe kuThixo wakhe.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:23 kwimeko