Udaniyeli 6:24 XHO75

24 Ukumkani wayalela, aziswa loo madoda abemncethezile uDaniyeli, bawajulela emhadini weengonyama, wona nabantwana bawo, nabafazi bawo; zaza, bengekafiki nokufika emzantsini womhadi, iingonyama zabagonyamela, zawacola onke amathambo abo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:24 kwimeko