Udaniyeli 7:13 XHO75

13 Ndabona emibonweni yasebusuku: nanko kusiza, ngamafu ezulu, onjengonyana womntu, wafika kuNyangelemihla, wasondezwa phambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:13 kwimeko