Udaniyeli 7:14 XHO75

14 Wanikwa igunya, nobuhandiba, nobukumkani, ukuze zonke iintlanga, nezizwe, neelwimi, zimbuse; igunya lakhe ligunya elingunaphakade, elingapheliyo; ubukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:14 kwimeko