Udaniyeli 9:1 XHO75

1 Ngomnyaka wokuqala kaDariyo unyana ka-Ahaswerosi, wasembewini yamaMedi, owaba ngukumkani phezu kobukumkani bamaKaledi,

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 9

imbono Udaniyeli 9:1 kwimeko