Udaniyeli 9:2 XHO75

2 ngomnyaka wokuqala wobukumkani bakhe, mna, Daniyeli, ndaqonda ngazo iincwadi inani leminyaka, elafikayo ngayo ilizwi likaYehova kuYeremiya umprofeti, ukuba kuzalìswe iminyaka emashumi asixhenxe ngokusingisele kumanxuwa eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 9

imbono Udaniyeli 9:2 kwimeko