Uhabhakuki 3:8 XHO75

8 Yabe iyimilambo na, Yehova,Yabe iyimilambo, kusini na, owavutha ngayo na umsindo wakho?Yabe ilulwandle, kusini na,Owaphuphumela lona umsindo wakho,Ukuze nje ukhwele emahasheni akho,Ezinqwelweni zakho zokusindisa?

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 3

imbono Uhabhakuki 3:8 kwimeko