Umika 1:8 XHO75

8 Ngoko ke ndiya kumbambazela, ndibhomboloze; ndiya kuhamba ndíbhunyulwe, ndíshiywe ndizé; ndiya kukhala njengempungutye, ndilile njengenciniba.

funda isahluko epheleleyo Umika 1

imbono Umika 1:8 kwimeko