Umika 4:1 XHO75

1 Ke kaloku, ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova iya kuzinza encotsheni yazo iintaba, yona iziphakamele iinduli, zibe ngumsinga izizwe ukuya kuyo.

funda isahluko epheleleyo Umika 4

imbono Umika 4:1 kwimeko