Umika 4:10 XHO75

10 Zibhijabhije, ubhanyalaze njengozalayo, ntombi inguZiyon; ngokuba ngoku ùya kuphuma phakathi komzi, uhlale endle, ude uye eBhabheli; ùya kuhlangulwa khona; úya kukukhulula khona uYehova esandleni seentshaba zakho.

funda isahluko epheleleyo Umika 4

imbono Umika 4:10 kwimeko