Umika 4:3 XHO75

3 Úya kugweba phakathi kwezizwe ezininzi, ohlwaye iintlanga ezinamandla, ade ase kùde; ziwakhande, amakrele azo abe ngamakhuba, nezikhali zazo zibe zizitshetshe zokuthena imidiliya. Uhlanga aluyi kuphakamisela kuhlanga ikrele lalo, bangabi safunda ukulwa.

funda isahluko epheleleyo Umika 4

imbono Umika 4:3 kwimeko