Umika 5:2 XHO75

2 Ke wena, Bhetelehem-efrata, ùmncinane kunokuba ubekho emawakeni akwaYuda, kuya kuphuma kuwe, eze ngenxa yam, oya kuba ngumlawuli kwaSirayeli, oziphumo zakhe zisusela kumandulo, zisusela kwimihla yasephakadeni.

funda isahluko epheleleyo Umika 5

imbono Umika 5:2 kwimeko