Umika 5:8 XHO75

8 Amasalela akwaYakobi oba sezintlangeni, phakathi kwezizwe ezininzi, njengengonyama phakathi kweenyamakazi zehlathi; njengengonyama entsha phakathi kwemihlambi yeegusha, yona ithi, ìngàcanda kuzo, isuke inyhashe, iqwenge, kungabikho mhlanguli.

funda isahluko epheleleyo Umika 5

imbono Umika 5:8 kwimeko