Umika 7:16 XHO75

16 Iintlanga ziya kubona, zibudanele ubugorha bazo bonke; ziya kubeka isandla emlonyeni, iindlebe zazo ziya kuba zizithulu.

funda isahluko epheleleyo Umika 7

imbono Umika 7:16 kwimeko