Umika 7:18 XHO75

18 Ngubani na onguThixo onjengawe, oxolela ubugwenxa, adlule esikreqweni samasalela elifa lakhe? Akawugcini unaphakade umsindo wakhe; kuba yena uthanda ukwenza inceba.

funda isahluko epheleleyo Umika 7

imbono Umika 7:18 kwimeko