Umika 7:8 XHO75

8 Musa ukundivuyelela, lutshaba lwam; kuba, ndíwile nje, ndiya kubuya ndivuke; kuba, ndíhleli emnyameni nje, uYehova uya kuba kukukhanya kum.

funda isahluko epheleleyo Umika 7

imbono Umika 7:8 kwimeko