Uyona 1:4 XHO75

4 Ke uYehova wagalelekisa umoya omkhulu elwandle; kwabakho umoya omkhulu ovuthuzayo elwandle, inqanawa leyo yanga iza kwaphuka.

funda isahluko epheleleyo Uyona 1

imbono Uyona 1:4 kwimeko