Uyona 1:5 XHO75

5 Boyika oomateloshe, bakhala elowo kuthixo wakhe; bayijulela elwandle impahla ebisenqanaweni, ukuziphungulela bona.UYona ke wayehlé waya ezantsi enqanaweni, wasindwa bubuthongo walala.

funda isahluko epheleleyo Uyona 1

imbono Uyona 1:5 kwimeko