Uyona 4:5 XHO75

5 Waphuma ke uYona kuwo umzi, wahlala ngasempumalanga kuwo umzi, wazenzela khona umnquba; wahlala ngaphantsi kwawo emthunzini, ukuze ade abone ukuba kuya kuthekani na kuwo umzi.

funda isahluko epheleleyo Uyona 4

imbono Uyona 4:5 kwimeko