Uyona 4:6 XHO75

6 UYehova uThixo wammisela umhlavuthwa; waphuma, wenyuka waba phezu koYona, ukuba ube ngumthunzi entlokweni yakhe, umhlangule ebubini bakhe. Wawuvuyela uYona umhlavuthwa lowo, wawuvuyela kakhulu.

funda isahluko epheleleyo Uyona 4

imbono Uyona 4:6 kwimeko