1 Kutimoti 4:8 XHO75

8 Ziqhelise ukuhlonela uThixo. Kuba eyeyomzimba ingqeqesho inceda kancinane; ke kona ukuhlonela uThixo kunceda ngako konke, kunedinga lobomi bakalokunje, nobobo buza kubakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Kutimoti 4

imbono 1 Kutimoti 4:8 kwimeko