Isityhilelo 11:18 XHO75

18 Iintlanga zaqumba,Yeza ingqumbo yakho,Leza nexesha labo bafileyo ukuba bagwetywe,Nelokubanika umvuzo wabo abakhonzi bakho abaprofeti, nabo bangcwele,Nabo baloyikayo igama lakho, abancinane nabakhulu,Nelokonakalisa abo bawonakalisayo umhlaba.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 11

imbono Isityhilelo 11:18 kwimeko